imoto Flashcards
learn well for class test
you have type which of car/motor
Unahlobo luni lwemoto
i have a station wagon
ndine-stationwagon
i have a bakkie
ndinebhaki
i have a kombi
ndinekombi
i have a big car
i have a small car
ndinemoto enkulu
ndinemoto encinane
it is what the name of motor of yours?
yintoni igama lemoto yakho
name of motor of mine is cressida
igama lemoto yam yicressida
is the model new or is the model new
yimodeli entsha okanye yimodeli endala
it is model of which year
yimodeli yawuphi unyaka
is the car second hand or is it brand new
yimoto entsha okanye yimoto end ala
yimoto eseyisetyenzisiwe okanye yimoto entsha kraca.
how much is the car?
you bought it for how much?
lithini ixabiso lemoto yakho
uyithenge ngamalini
the price is R27 000,00
i bought it or R27 000,00
ixabiso layo yi-R27 000,00
ndiyithenge R27 000,00
you bought it when?
uyithenge nini?
i bought it in the last year
ndiyithenge kule nyanga iphelileyo
you meant to keep it for how long
uzimisele ukuhlala nayo ixesha elingakanani
i have decided to keep it for 5 yrs
ndizimisele ukuhlala nayo iminyaka emihlanu
after that?
after 5 yrs you will do what with it?
emva koko?
emva kweminyaka emihlanu uza kuyenza ntoni?
after 5 yrs i will sell it
emva kweminyaka emihlanu ndiza kuyithengisa
you will sell for a low price or you will sell it for a high price
uza kuyithengisa ngexabiso eliphantsi okanye uza kuyithengisa ngexabiso eliphezulu
i will sell it for a low price
ndiza kuyithengisa ngexabiso eliphantsi
how do you pay for the car
uyibhatala njani le mota yakho
not at all, i am with it money of it to pay for everything
khane ndibe nayo imali yokuyibhatala yonke
now i pay in instalments
ngoku ndibhatala ngezavenge
the car is what color
unjani umbala wale mota yakho