Xhosa Flashcards
(49 cards)
Is that okay?
Kulungile oko?
Have you ever been pregnant before?
Wakhe wakhulelwa ngaphambili?
I am still studying to speak Xhosa, please talk slowly.
Ndisafunda ukuthetha isiXhosa ndicela uthethe ngokucothayo.
How many times?
Kangaphi?
How many children do you have now?
Abantwana bakho bangaphi ngoku?
Have you ever had any miscarriages?
Wakhe waphuma isisu?
Have you ever had a TOP?
Wakhe wakhupha isisu?
Before examining you I need to ask you questions about your health.
Phambi kokukuxilonga kufuneka ndikubuze imibuzo
How far pregnant were you?
Wawunexesha elingakanani ukhulelwe?
Where was the baby born?
Wazalelwa phi umntwana?
When was your first child born?
Wazalwa nini umntwana wakho wokuqala?
Was it a normal delivery?
Wabeleka kakuhle?
What happened?
Kwenzeka ntoni?
Did you have a C-Section?
Wabeleka ngoqhaqho?
Forceps delivery?
Wabeleka ngeentsimbi?
Suction?
Wabeleka ngemfumxa?
Did you have a breech?
Wabeleka umntwana oza ngemilenze okanye ngeemphundu?
Do you remember the babies weight?
Usabukhumbula ubunzima bomntwana?
Was it a boy or girl?
Yayiyinkwenkwe okanye yayiyintombazana?
Do you have the baby’s clinic card?
Unalo ikhadi lasekliniki lomntwana apha kuwe?
How long have you been pregnant?
Lixesha elingakanani ukhulelwe?
Do you have periods?
Ukuya exesheni?
When was your last period?
Ugqibele nini ukuya exesheni?
Do you have regular periods?
Uya exesheni ngexesha elinye enyangeni?