CNS exam xhosa Flashcards Preview

Semester 6 > CNS exam xhosa > Flashcards

Flashcards in CNS exam xhosa Deck (18):
0

I think you have a headache

Ndicinga ukuba unentloko ebuhlungu

1

I will examine you. Ok?

Ndiza kuxilonga ngoku. Kulungile?

2

I will examine your face and mouth. Ok?

Ndiza kuxilonga ubuso nomlomo, kulungile?

3

Don't be scared as it won't be sore

Musa ukoyika akuzi kuba buhlungu

4

Blow out your cheeks

Ndicela uvuthele izidlele

5

Raise your eyebrows

Ndicela unyuse iintshiyi

6

Smile

Ndicela uncume

7

Open your mouth

Khamisa

8

Stick out your tongue

Ndicela uveza ulwimi

9

Lift your tongue

Nysa ulwimi

10

Now I will examine you eyes, ok?

Ndiza kuxilonga amahlo akho ngoku, kulungile?

11

Look down

Ndicela ujonge phantsi

12

Look up

Ndicela ujonge phezulu

13

Look at my finger

Ndicela ujonge umnwe wam

14

Follow my finger with your eyes only

Landela umnwe wam ngamehlo qha

15

Close your eyes

Ndicela uvale amehlo akho

16

Open your eyes

Ndicela uvule amehlo akho

17

Don't move your head

Sushukumisa entloko